Loo nto ithetha ukuba xa i-Ombud ithumele ingxelo waze awoneliseka, ukhalaze kuba unalo ilungelo lokuba ukhalaze xa ubungumntu okhalazileyo. Iya gqitha ke ihambe iye kwiziBheno apho siqinisekileyo ukuba yona i- Appeals Tribunal iyakuthi ithabathe inxaxheba. Enkosi. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)