That's too much! [Laughter.] ... to do more with little money without compromising quality. Working together we can do more in the fight against corruption and the decay of our moral fibre.
Egameni lombutho wesizwe, sicebisa umgcini-mafa nonongxowa karhulumente ukuba anikeze iinkonzo zakowethu imali yokuqinisa iinkqubo zokubuyiswa nokwakhiwa kwezimilo; nanjengoko oko kungancedisa ekulungiseni izimo zabanye babasebenzi nabanye oosopolitiki abantliziyo zingcolileyo, abangakwaziyo ukugada imali karhulumente, koko bazame indlela yokuzityebisa.
Siyithetha ke le nto yokuba kwakusithiwa kuyaxokwa ke ngabaya baphaya ngaphesheya xa sithetha ezi nyaniso, kuba kungekudala nje iNkulumbuso yePhondo laseFreystata, obekekileyo uMagashule, unqande konke ukuxhatshazwa kweemali zikarhulumente xa engena. Loo nto ibisenziwa ngabom ngabasebenzi befuna into yokuba urhulumente wakhe angakwazi ukusebenza. Kodwa xa kusithiwa mazingenziwa ezoo zinto, mhlonipheki Singh nawe mhlonipheki Koornhof ababekekileyo, ibangathi ... (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)
[On behalf of the ANC, we suggest that the National Treasury must give our service providers funds so that the moral regeneration programme can be strengthened because that could also assist in improving the behaviour of civil servants and other politicians who are corrupt and who cannot keep an eye on government coffers, but want to enrich themselves.
When we pointed out this reality, the opposition did not believe us, they said it is a lie but not long after the Premier of the Free State Province, hon Magashule, was appointed he stopped the entire misuse of government funds. The public servants deliberately misused government funds in order to render his government ineffective and inefficient. But when we say those things, hon Singh and hon Koornhof, are not acceptable and must not be done it's like ...]
... this sensational and unscrupulous reporting by the media and the opposition ...
... ibe yinto ejoliswe kwamanye amalungu e-ANC. [... is the issue that is directed to some members of the ANC.]
The ANC is responsible enough to take whatever blame has been created...
... ngoba abantu balapha kweli lizwe abanakukhalaza kwenye indawo, bazakukhalaza kurhulumente wabo abambeka ngokwabo, ngesininzi, ngowe-2009. Amandla. [Kwaqhwatywa.] [... because the people of South Africa will not complain at any other place, they will complain to the government for which the majority voted in 2009. Power to the people! [Applause.]]