Chair, I thought Mr Sinclair was rising on a correct point of order. Nevertheless, let me ask a follow-up question.
Sekela-Mongameli, njengoko usitsho - nanjengoko nombuzo wam ubusitsho - eyona njongo kukuba ekugqibeleni abantwana bethu bashiyeka noMzantsi Afrika omnye nomanyeneyo njengoko thina sesibadala kwaye sisondele engcwabeni. Kodwa ke, ndingathanda ukuqonda ukuba ingaba le ndlela urhulumente enza ngayo phaya phezulu iyenzeka na apha emaphondweni ethu. Ndibuza lo mbuzo kuba sisenawo amaphondo acinga ukuba aziziqithi. Ndiyabulela. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Deputy President, as you have mentioned and as my question stated, the main aim is for our children to be left with a legacy of a united South Africa because we are old and about to die. However, I would like to know if there is consistency between the national and provincial governments. I ask this question because we still have provinces that work in isolation from others. Thank you.]