Kungenxa yokuba asiboni, Sihlalo, ukuba ulibona phi eli xesha, kodwa ke ndiyagqibezela ke, Sihlalo.
Iindawo zentselo siye saqaphela ukuba zininzi ukogqitha iindawo zenkonzo, yiloo nto sinamaphulo okulwa neziyobisi khon' ukuze abantu basinde.
Indlala thina asiyijongi emaphepheni okanye kumnathazwe. Siyayazi indlala. Siziimveliso zendlala, yiloo nto sibeke imali bucala ye-sustainable livelihood. [Kwaqhwatywa.] (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)
[We heard the hon President saying let's create job opportunities and employ people. Oh, hon Chairperson you have disturbed me! [Laughter.]
As far as fighting drug abuse is concerned ...