ABAKHUBAZEKILEYO: Okokugqibela, lo mthetho uyatsho wona ngokwawo ukuba amakhosikazi akuzange kuthethwe nawo ngawo, ingakumbi lawo asemaphandleni ekungawo aza kulawulwa zezi nkudla. Amakhosikazi athi afuna ukwazi ukukhetha - ukukhetha ungaxoxi kwiNkundla yeMveli. Ukuba ndibethwe yindoda eyinkosi andikwazi ukuphindela kuyo ixoxe ityala lam. Ukuba ndifuna ukuya kwiNkundla kaMantyi ... (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)