Namhlanje sihleli nabo apha. Basimosha ooyisemkhulu kodwa siyabanga kuba sithi bangabantwana balapha. Bangahlala bejikeleza belahlekisa abantu, kodwa abantu baseMzantsi Afrika bayazazi apho basuka khona, bebona ukuba baphi, bezazi nalapho baya khona. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)