Mhlalingaphambi, ingxaki yamaxoki kukuba akabikho ezingxoxweni, kodwa ahlala kwiimbutho zabagxeki. Isizathu sokuba nditsho kukuba ndiyaqala ukumva, ndiqala nokuba ndimqonde ukuba kanti ukhe athethe ngemicimbi yeli sebe lo ebethetha apha. Abazange bakhe beze ekomitini nakwintlanganiso enye yeli sebe.
Ukuba bebezazi iinkqubo zeli sebe bekufanele ukuba babe bayinxalenye yezaa ngxoxo besinazo, ukuzama ukulungisa zonke ezi zinto athi yena ziyingxaki. Thina asikaziboni njengeengxaki ke. Mabaqhelane nokuhamba iintlanganiso zekomiti ukuze sikwazi ukuba sibe banye xa sithetha ngezinto ezizizo. I-ANC ngamafuphi, nkosikazi yakuthi, Mhlalingaphambili, iyaluxhasa olu hlahlo lwabiwo-mali. (Translation of isiXhosa speech follows.)
[Mr F BHENGU: Chairperson, the problem with liars is that they do not attend meetings but they associate themselves with critics. The reason I am saying this is that I hear the person who has just spoken here for the first time remarking on the issues of this department. They never attended a single committee meeting of this department.
If they were aware of the programmes that are taking place in this department they would have been part of the discussions we were engaged in to rectify what they see as problems. We have not yet seen these as problems. They must get used to attending committee meetings in order for us to be able to work together. In short madam, chairperson, the ANC, supports this Budget Vote.]
Vote agreed to (Independent Democrats).
Vote No 7 - Government Communication and Information System - put and agreed to.
Vote No 8 - National Treasury - put and agreed to.
Vote No 9 - Public Enterprises - put and agreed to.
Vote No 10 - Public Service and Administration - put and agreed to.
Vote No 11 - Public Service and Administration - put and agreed to. Vote No 12 - South African Management Development Institute - put and agreed to.
Vote No 13 - Statistics South Africa - put.