Abacinezeli basicinezela kangangokuba abaninzi bagqibela begqwetheke ingqondo. Ndiyafuna ke ukuba sithi xa sigoduka - andifuni ke ukuthetha naba bantu, ndingathetha nani kuba nina ningabantu nje ekungathi ethubeni xa kuphele imisindo niphinde nibuyele ekhaya ... [Uwelewele]