akasebenzi into ebhadlileyo. Siyibona loo nto njengokuxhatshazwa kwabantu ngaba bantu basekunene kwam. Emva kodliwano-ndlebe phantse nawo onke amahlakani eebhanki e-UK, sifumanise ukuba abantu baseMzantsi Afrika banga fumana ukuphumla ingakumbi phantsi koxinzelelo olumandla kuqoqosho lwaseMzantsi Afrika. Silindele ukuba utyikitywe emva kwayo yonke inkqubo oza kuwuthatha kwaye siqinisekile ukuba lo Mthetho oYilwayo uza kuwenza umahluko omkhulu.