... senza okusemandleni
ukwenza ukuthi isimo e-Prasa sibe ...
IsiXhosa:
... semgangathweni ovumelekileyo. Ezinye zezinto esizenzayo kukuba kubekho abantu abasebenza ePrasa abafanele ukuba baqeshwe ngokwemfundo abanayo lonto siyayenza kungoku nje kwaye ngoku senequmrhu elijongene nokugwadla zonke ezingxaki ndithetha ngazo.
Okwangoku uyayazi ukuba siphuma kwingxaki yokungabikho bantu abajongene nendlela yokusebenza kwabantu abo sibabiza ngokuba ngabaphathi, bebengekho abo bantu ePrasa. Yiyo lento bekuqashwa ooMthimkhulu abo bekuthiwa baneziqinisekiso zemfundo engaqinisekiswanga ndithi mna umntu akanguye noGqirha weze Nkolo akukho kwanto anayo esandleni lo mntu nguMthimkhulu nje ngegama.