... kulapho siphuhlisa khona abantwana nabantu abantu abatsha. Yiyo loo nto ezemidlalo ezikolweni zibalulekile kuthi silisebe. Yiyo loo nto esa sivumelwano sinaso neSebe leMfundo esiSiseko siqwalaselayo ukuba sisisebenzisa njani na ukuze izikolo zonke zikwazi ukuzibandakanya kwezemidlalo. Ukuba asiyezi loo nto...