Camagu Sekela Sihlalo. Sonke siyazi ukuba umbutho wesizwe awuphozisi maseko ekumeleni into yokuba umele isininzi sabantu esisokolayo nesitsala nzima kweli lizwe. Ngoko ke lo Mthetho oYilwayo ujongene nokuqinisekisa ukuba sikhupha abantu bakuthi entluphekweni sibabeke endaweni ethe tye, yento yokuba bazive bengabanini balo mhlaba.
English:
The Adjustments Appropriation Bill ensures greater focus in confronting the challenges that are facing our nation. The hon President of the Republic, in the two Sonas that he presented earlier this year made it clear that we have programmes that are implementable and the implementation is already underway in ensuring that we confront all these challenges that face our nation.
If implemented effectively, this Adjustments Appropriation Bill provides a platform for the renewed inclusive growth, job creation,