Loo nto isinika umceli-mngeni xa sijonge kwi-Inshorensi yezeMpilo yeSizwe esinethemba lokuba izakunika abantu amathuba okufumana uncedo lwezempilo. Ukuba kuthi xa kuchithwa imali kubekho ukungahloniphi nokungabinambeko kwimfuno zabantu, kwayona i-Inshorensi yezeMpilo yeSizwe iyakufana namampunge, ingaze yenzeke.