Bangaphi abantu abaphethwe ngulo gqirha bathe abaphila kakuhle ngoku kukho nabafileyo?
English:
On Sunday a patient...
IsiXhosa:
... size apha kwisibhedlele saseGroote Schuur sizele uqhaqho. Ukuvuka kwaso kwelo gumbi loqhaqho kuthiwe masihambe nangona besilijaja ligazi. Eso siguli kuye kwafuneka ngosuku lwesithathu sibuyele esibhedlele. Uze undixelele ukuba ndiyaxoka. Asithungwanga eso siguli emva kokuba senziwe uqhaqho.
English:
I am telling you. I-Esidimeni...
IsiXhosa:
... singcono kakhulu kunorhulumente waseNtshona Koloni. Babeke umntu ongazinto.
English:
How can a person try to use the state resources to defend individuals?
IsiXhosa:
Sibiza amagosa apha ukuba aze kuphendula kodwa abezi kuba bonqena la mahlazo. Ababaniki abantu amalungelo abo. Bayaxhatshazwa abantu eNtshona Koloni.