Sihlalo weNdlu, ndiyacinga ukuba ikhona impazamo ekhoyo, nam kweli cala ndinesikhalazo endinaso ukusukela izolo
sifuna isiXhosa, hayi isiZulu sizokuqonda kakuhle. Sinabantu abasemakhaya abasimamele yonke le nto ithethwa apha.
English
This English of yours ...
IsiXhosa:
... ihamba ihambe ixokise abantu. Sifuna isiXhosa sizokukwazi ukuze sikwazi ukubacacisela kakuhle abantu bakuthi aba sibasebenzelayo kule ndawo sikuyo. IsiXhosa siyasibanga asisiceli, siyasibanga.