Ngiyabonga Sihlalo waleNdlu, ngibonge nakuNgqongqoshe walo Mnyango Wezokuphepha ngokuthi awuphendule kahle umbuzo wami. Bengicela ukubuza la Ngqongqoshe ukuthi ngabe isigungu sezokuphepha sombuso sinazo yini ngokwanele izinsizakusebenza ezanele zokuhlangabezana nobugebengu noskhwili phambana bomthetho.
IsiXhosa:
USEKELA MPHATHISWA WESEBE LEZOKHUSELO LOMBUSO: (Mnu N G Kodwa):
Mandibulele kakhulu ngeli thuba kwilungu elihloniphekileyo Sihlalo. Emandikutsho kukuba urhulumente akanakho ukuphumelela ngokupheleleyo nokulwa ubugebenga. Kubalulekile ukuba siyazi indima edlalwa yiminyango eyahlukeneyo karhulumente, ingakumbi kwindawo abahlala kuzo abantu. Kubalulekile ukuba abantu bancedisane norhulumente ukulwa ubugebenga, kuba izigebenga zaziwa ngabo ukuba zihlala phi na. Izigebenga zisebenza kwaye ziphila phakathi kwabantu. Enkosi sihlalo ohloniphekileyo.
Xitsonga: