Mandibulele Sihlalo. Sekela Mphathiswa asingabo abafundi beekholeji i-TVET kuphela abangenazo izatifiketi kude kube namhla. Kukho abafundi abafunda kwii-Seta (Sector Education and Training Authority) abathi xa bephuma baphele bengamabanjwa ahleli emakhaya, kuba kaloku abanazo izatifiketi zokuphuma bakhangele umsebenzi.
Ingaba isebe lakho yintoni eliyenzayo ukuqinisekisa ukuba abafundi abaphuma kwiikholeji i-TVET nee-Seta abangenazo izatifiketi ukususela kunyaka wama- 2007 bayazifumana? Lithini icebo lakho kwaye lingakanani ixesha olibekayo ukuze bafumane izatifiketi zabo? Ndiyabulela.
The DEPUTY MINISTER OF HIGHER EDUCATION, SCIENCE AND TECHNOLOGY: I
think I was quite elaborate as it relates to the students from TVET colleges in terms of the deadlines. I think if hearing is a problem, I can give you the printout so that you read up on what the actual deadlines are. [Laughter.]
As it relates to the Sita, the students who have not received their certificates ... I think what would really appreciate ... What would really help in this regard is if there are specific sector education and training authority, Setas, which have not issued certificates to specific students on specific projects. If we really get that information, I personally want to take responsibility to make sure that we follow up and make sure that that Sita really gives those certificates to those students.