Zonke ezi zinto bezisenzeka phaya ePrasa bekukwavula zibhuqe exesheni elininzi kodwa kungoku nje ndingatsho ukuthi siyasebenza injalo nje inguqu yona izakubakhona, baninzi abantu abaneziqinisekiso zemfuno eyiyo abo bebengakwazi ukusebenza ngenxa yokunganikwa amathuba okwenza umsebenzi wabo kuba bebevaliwe iminyaka le idlulileyo.