...ukuba lo Mthetho ubenesihlomelo kukuba i- National Health Laboratory Services yenye yamaqumrhu abalulekileyo kwezempilo, kuba iliqumrhu eliqinisekisayo ukuba...
English:
...when people go to public hospitals and getting tested, those results are received either immediately after two hours or three or the following day.
IsiXhosa:
Okubalulekiyo kukuba abantu bakuthi bangehli besenyuka xa belinde iziphumo zemvavanyo ezithe zathathwa kubo. Siqinisekisile ke ukuba siyavumelana nalo Mthetho- sihlomelo. Ewe, akhona amaqela athe awazukwazi ukuphefumla kuba izinto abangaziqondiyo kakuhle. Siyabacela abantu bakuthi, sibanqonqozisa ukuba xa lo Mthetho uthe watyikitywa nguMongameli, nguwo oza kuqinisekisa ukuba kwezempilo izinto ziyalunga ngendlela ekumele ukuba zenzeke ngayo. Loo nto iza kwenza ukuba bangamoshakalelwa lixesha ngokusoloko besehla besenyuka.